My Constitution
UMgaqo-siseko weRiphablikhi yoMzantsi-Afrika
Contents
UMgaqo-siseko weRiphablikhi yoMzantsi-Afrika
Intshayelelo
Isahluko 1: Iziseko (1-6)
1. IRiphablikhi yoMzantsi-Afrika
2. Ukongama koMgaqo-siseko
3. Ubumi
4. Umhobe Wesizwe
5. Iflegi yelizwe
6. Iilwimi
Isahluko 2: Umqulu Wamalungelo (7-39)
7. Amalungelo
8. Ukusebenza kwawo
9. Ukulingana
10. Isidima sokuba ngumntu
11. Ubomi
12. Inkululeko nokukhuseleka komntu
13. Ubukhoboka nomsebenzi wesinyanzelo
14. Ukuba neemfihlo
15. Inkululeko yokunqula, yenkolelo noluvo
16. Inkululeko yokuthetha
17. Ukuhlanganisana, ukuqhankqalaza, noxwebhu lwezikhalazo
18. Inkululeko yokuzibandakanya
19. Amalungelo opolitiko
20. Ubumi
21. Inkululeko yokuhamba-hamba nokuhlala
22. Inkululeko yokurhweba, yokusebenza nokwenza umsebenzi ofundelweyo
23. Ubudlelane emisebenzini
24. Okusingqongileyo
25. Umhlaba okanye izakhiwo
26. Izindlu
27. Unonophelo lwempilo, ukutya, amanzi nokhuseleko eluntwini
28. Abantwana
29. Imfundo
30. Ulwimi nenkcubeko
31. Abantu abaphila ngokwenkcubeko yabo, ngokonqulo lwabo nangokolwimi lwabo
32. Ukufumana ingcombolo
33. Ukwenziwa kwezigqibo ngobulungisa
34. Ukufikelela ezinkundleni
35. Abantu ababanjiweyo, abavalelweyo nabamangalelweyo
36. Ukusikelwa umda kwamalungelo
37. Iimeko zequbuliso
38. Ukunyanzeliswa kwamalungelo
39. Ukuchazwa kwentsingiselo yoMqulu wamaLungelo
Isahluko 3: Urhulumente Wentsebenziswano (40-41)
40. Urhulumente weRiphabikhi
41. Imigaqo karhulumente wentsebenziswano nobudlelane phakathi koorhulumente
Isahluko 4: Ipalamente (42-82)
42. Indlela eyakheke ngayo iPalamente
43. Igunya lokuwis’ umthetho leRiphablikhi
44. Igunya lokuwis’ umthetho kwizwelonke
45. Imigaqo yendibaniselwano nemiyalelo neekomiti eziyindibaniselwano
INdlu yoWiso-mthetho
46. Indlela eyakhiwe ngayo nonyulo
47. Ubulungu
48. Isifungo okanye isibhambathiso
49. Ubude bexesha leNdlu yoWiso-mthetho
50. Ukuchithwa kweNldu yoWiso-mthetho ngaphambi kokuphela kwexesha layo
51. Ukuhlala kwayo namaxesha ekhefu
52. USihlalo noSekela-Sihlalo wePalamente
53. Izigqibo
54. Amalungelo amalungu athile eKhabhinethi nooSekela-Mphathiswa kwiNdlu yoWiso-mthetho
55. Amagunya eNdlu yoWiso-mthetho
56. Ubungqina okanye ingcombolo phambi kweNdlu yoWiso-mthetho
57. Amalungiselelo angaphakathi neenkqubo zeNdlu yoWiso-mthetho
58. Ukungabi nakubekwa tyala
59. Ukungena koluntu kwiNdlu yoWiso-mthetho nokubandakanyeka kwalo
IBhunga lamaPhondo leZwelonke
60. Indlela elakhiwe ngayo iBhunga leZwelonke
61. Ukwabiwa kwabathunywa
62. Abathunywa abasisigxina
63. Ukuhlala kweBhunga leZwelonke
64. USihlalo nooSekela-Sihlalo
65. Izigqibo
66. Uthabatho-nxaxheba lwabaphathiswa bakazwelonke
67. Uthabatho-nxaxheba lwabameli boorhulumente basekuhlaleni
68. Amagunya eBhunga leZwelonke
69. Ubungqina okanye ingcombolo phambi kweBhunga leZwelonke
70. Amalungiselelo angaphakathi, neenkqubo zeBhunga leZwelonke
71. Ukungabi nakubekwa tyala
72. Ukubakho koluntu nokuthabath’ inxaxheba kwalo kwiBhunga leZwelonke
Inkqubo Yowiso-mthetho Yezwelonke
73. Yonke iMithetho eYilwayo
74. IMithetho eYilwayo eyenz’ utshintsho kuMgaqo-siseko
75. IMithetho eYilwayo eqhelekileyo engawachaphazeliyo amaphondo
76. IMithetho eYilwayo eqhelekileyo echaphazela amaphondo
77. IMithetho eYilwayo yemali
78. IKomiti yoLamlo
79. Ukuvunywa kweMithetho eYilwayo
80. Isicelo esibhekiswa kwiNkundla yoMgaqo-siseko ngamalungu eNdlu yoWiso-mthetho
81. Ukupapashwa kweMithetho
82. Ukugcinwa kwMithetho yePalamente
Isahluko 5: Umongameli Norhulumente Wezwelonke (83-102)
83. UMongameli
84. Amagunya nemisebenzi kaMongameli
85. Igunya loburhulumente leRiphablikhi
86. Ukunyulwa kukaMongameli
87. Ukungena esikhundleni kukaMongameli
88. Ixesha lokuba sesikhundleni kukaMongameli
89. Ukushenxiswa kukaMongameli
90. UMongameli oliBambela
91. IKhabhinethi
92. Ukuphendula neembopheleleko
93. OoSekela-Mphathiswa
94. Ukuqhubeka kweKhabhinethi emva kovoto
95. Isifungo okanye isibhambathiso
96. Ukuziphatha kwamalungu eKhabhinethi nooSekela-Mphathiswa
97. Ukufuduswa kwemisebenzi
98. Ukuphathiswa imisebenzi okwexeshana
99. Ukuphathiswa kwemisebenzi
100. Ukungenelela kukarhulumente wezwelonke kulawulo lwephondo
101. Izigqibo ezisuka phezulu
102. Izindululo zokungabathembi
Isahluko 6: Amaphondo (103-150)
103. Amaphondo
IziNdlu Zowiso-mthetho Zamaphondo
104. Igunya lokuwis’ umthetho lamaphondo
105. Indlela ezakheke ngayo izindlu zowiso-mthetho zamaphondo nonyulo lwazo
106. Ubulungu
107. Isifungo okanye isibhambathiso
108. Ubude bexesha lezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
109. Ukuchithwa kwezindlu zowiso-mthetho zamaphondo ngaphambi kokuphela kwexesha lazo
110. Ukuhlala kwazo namaxesha ekhefu
111. OoSihlalo nooSekela-Sihlalo bezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
112. Izigqibo
113. Amalungelo abathunywa abasisigxina kwizindlu zowiso-mthetho zamaphondo
114. Amagunya ezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
115. Ubungqina okanye ingcombolo phambi kwezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
116. Amalungiselelo angaphakathi neenkqubo zezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
117. Ukungabi nakubekwa tyala
118. Ukungena koluntu kwizindlu zowiso-mthetho zamaphondo nokubandakanyeka kwalo
119. Ukungeniswa kweMithetho eYilwayo
120. IMithetho eYilwayo yemali
121. Ukuvunywa kweMithetho eYilwayo
122. Isicelo esibhekiswa ngamalungu kwiNkundla yoMgaqo-siseko
123. Ukupapashwa kweMithetho yephondo
124. Ukugcinwa kweMithetho yephondo
Oorhulumente Bamaphondo
125. Igunya loburhulumente lamaphondo
126. Ukuphathiswa kwemisebenzi
127. Amagunya eNkulumbuso nemisebenzi yayo
128. Ukunyulwa kweeNkulumbuso
129. Ukungena esikhundleni kweeNkulumbuso
130. Ixesha lokuba sesikhundleni nokushenxiswa kweeNkulumbuso
131. IiNkulumbuso ezingamaBambela
132. ABaphathiswa bamaphondo
133. Ukuphendula neembopheleleko
134. Ukuqhubeka kwaBaphathiswa bamaphondo emva kovoto
135. Isifungo okanye isibhambathiso
136. Ukuziphatha kwaBaphathiswa bamaphondo
137. Ukufuduswa kwemisebenzi
138. Ukuphathiswa imisebenzi okwexeshana
139. Ukungenelela kwephondo kurhulumente wasekuhlaleni
140. Izigqibo ezisuka phezulu
141. Izindululo zokungabathembi
Imigaqo-siseko yamaphondo
142. Ukwamkelwa kwemigaqo-siseko yamaphondo
143. Okuqulethwe yimigaqo-siseko yamaphondo
144. Ukuvunywa kwemigaqo-siseko yamaphondo
145. Ukutyikitywa, ukupapashwa nokugcinwa kwemigaqo-siseko yamaphondo
Imithetho engqubanayo
146. Ungquzulwano phakathi kwemithetho yepalamente yezwelonke neyamaphondo
147. Ezinye iintlobo zongquzulwano
148. Iintlobo zongquzulwano ezingenakusonjululwa
149. Ubume bomthetho wepalamente ongongamiyo
150. Ukuchazwa kwentsingiselo yongquzulwano
Isahluko 7: Urhulumente Wasekuhlaleni (151-164)
151. Ubume boomasipala
152. Iinjongo zikarhukumente wasekuhlaleni
153. Imisebenzi yophuhliso yoomasipala
154. Oomasipala kurhulumente wentsebenziswano
155. Ukusekwa koomasipala
156. Amagunya oomasipala nemisebenzi yabo
157. Indlela akheke ngayo amaBhunga ooMasipala nokunyulwa kwawo
158. Ubulungu bamaBhunga ooMasipala
159. Amaxesha okuba sesikhundleni kwamaBhunga ooMasipala
160. Iinkqubo zangaphakathi
161. Ukungabi nakubekwa tyala
162. Ukupapashwa kwemithetho yoomasipala
163. Urhulumente wasekuhlaleni ocwangcisiweyo
164. Eminye imicimbi
Isahluko 8: Iinkundla Nokusingathwa Kobulungisa (165-180)
165. Igunya lokuchophel’ amatyala
166. Iinkundla
167. INkundla yoMgaqo-siseko
168. INkundla Ephakamileyo yeZibheno
168. IiNkundla Eziphakamileyo ZoMzantsi-Afrika
170. Ezinye iinkundla
171. Iinkqubo zeenkundla
172. Amagunya eenkundla kwimicimbi engoMgaqo-siseko
173. Igunya elingenakohluthwa
174. Ukumiselwa kwabachopheli-matyala
175. Ukumiselwa kweejaji ezibambeleyo
176. Amaxesha okuba sesikhundleni nemivuzo
177. Ukushenxiswa
178. IKomishoni yeeJaji
179. Igunya elitshutshisayo
180. Eminye imicimbi engokusingathwa kobulungisa
Isahluko 9: Amaziko Karhulumente Axhasa Intando Yesininzi Yomgaqo-siseko (181-194)
181. Ukusekwa kwawo nemigaqo engundoqo
UMkhuseli woLuntu
182. Imisebenzi yoMkhuseli woLuntu
183. Ubude bexesha lokuba sesikhundleni
IKomishoni yamaLungelo oLuntu yaseMzantsi-Afrika
184. Imisebenzi yeKomishoni yamaLungelo oLuntu yaseMzantsi-Afrika
iKomishoni Yokukhuthazwa Nokukhuselwa kwamaLungelo oLuntu Oluphila ngokweNkcubeko Yalo, ngokoNqulo Lwalo nangokoLwimi Lwalo
185. Imisebenzi yeKomishoni
186. Indlela eyakhiwe ngayo iKomishoni
IKomishoni Yokulingana Ngokwesini
187. Imisebenzi yeKomishoni Yokulingana Ngokwesini
UMphicothi-zimali-Jikelele
188. Imisebenzi yoMphicothi-zimali-Jikelele
189. Ubude bexesha lokuba sesikhundleni
IKomishoni yoNyulo
190. Imisebenzi yeKomishoni yoNyulo
191. Indlela eyakheke ngayo iKomishoni yoNyulo
Igunya Elizimele Geqe Lokulawula Usasazo
192. Igunya lokusasaza
Gabalala
193. Ukumiselwa
194. Ukushenxiswa esikhundleni
Isahluko 10: Imisebenzi Yolawulo Karhulumente (195-197)
195. Imigaqo elawula imisebenzi yolawulo karhulumente
196. IKomishoni yaBasebenzi bakaRhulumente
197. Inkonzo karhulumente
Isahluko 11: Iinkonzo Zokhuseleko (198-210)
198. Imigaqo engundoqo
199. Ukusekwa kweenkonzo zokhuseleko, ukwakheka kwazo nendlela yokuziphatha
Ukhuselo
200. Umkhosi wokhuselo
201. Imbopheleleko eyeyopolitiko
202. Igunya phezu komkhosi wokhuselo
203. Imeko yokhuselo lwelizwe
204. Abasebenzi abangengomajoni kukhuselo
Amapolisa
205. Inkonzo yobupolisa
206. Imbopheleleko eyeyopolitiko
207. Ukulawulwa kwenkonzo yobupolisa
208. Abasebenzi abangengawo amapolisa ebupoliseni
Ubuntlola
209. Ukusekwa kweenkonzo zobuntlola nokulawulwa kwazo
210. Amagunya, imisebenzi nokubek’ esweni
Isahluko 12: Iinkokeli Zomthonyama (211-212)
211. Ukwamkeleka kwazo
212. Inxaxheba yeenkokeli zomthonyama
Isahluko 13: Iimali (213-230A)
Imicimbi Yeemali Gabalala
213. Ingxowa-mali yeNgeniso yeZwelonke
214. Izabelo ezifanelekileyo nokwabiwa kwengeniso
215. Ulwabiwo-mali lwezwelonke, olwamaphondo noloomasipala
216. Ukulawulwa kwenxili
217. Ukuthenga
218. Iziqinisekiso zikarhulumente
219. Ukuhlawulwa umvuzo kwabantu abakwisikhundla soburhulumente
IKomishoni yeeMali neeRhafu
220. Ukusekwa kwayo nemisebenzi yayo
221. Ukumiselwa kwamalungu nexesha lokuba sesikhundleni kwawo
222. Iingxelo
IBhanki Enkulu
223. Ukusekwa kwayo
224. Injongo yayo ephambili
225. Amagunya ayo nemisebenzi yayo
Imicimbi yezeMali yaMaphondo neyeeNgingqi
226. IiNgxowa-mali zeNgeniso zamaPhondo
227. Imithombo yezwelonke yokuxhaswa kwamaphondo noorhulumente basekuhlaleni
228. Iirhafu zamaphondo
229. Amagunya okufun’ iirhafu oomasipala nemisebenzi yabo
230. Iimali-mboleko zamaphondo
230A. Iimali-mboleko zoomasipala
Isahluko 14: Gabalala (231-243)
Umthetho Wamazwe Ngamazwe
231. Izivumelwano zamazwe ngamazwe
232. Umthetho wamazwe ngamazwe oqhelekileyo
233. Ukusetyenziswa komthetho wamazwe ngamazwe
Eminye imicimbi
234. Amaxwebhu-siseko amalungelo
235. Ukuzenzel’ izigqibo
236. Ukuxhaswa ngemali kwamaqela opolitiko
237. Ukufezwa kweembopheleleko ngenkuthalo
238. Ukuphathisa
239. Ukuchazwa kwamagama
240. Xa kukho ukungafani kokubhaliweyo
241. Amalungiselelo exesha lotshintsho
242. Ukutshitshiswa kwemithetho
243. Igama lawo elifutshane nokuqalisa kwawo ukusebenza
Isihlomelo 1: Iflegi Yelizwe
Isihlomelo 1A: Imimandla Yamaphondo
IPhondo laseMpuma-Koloni
IPhondo laseFreyistata
IPhondo laseRhawutini
IPhondo laKwaZulu-Natal
iPhondo laseLimpopo
IPhondo laseMpumalanga
IPhondo laseMntla-Koloni
IPhondo laseMntla-Ntshona
IPhondo laseNtshona-Koloni
Isihlomelo 2: Izifungo Nezibhambathiso Ezinyanisekileyo
1. Isifungo okanye isibhambathiso esinyanisekileyo sikaMongameli noMongameli oliBambela
2. Isifungo okanye isibhambathiso esinyanisekileyo sikaSekela-Mongameli
3. Isifungo okanye isibhambathiso esinyanisekileyo saBaphathiswa nooSekela-Mphathiswa
4. Isifungo nesibhambathiso esinyanisekileyo samalungu eNdlu
5. Isifungo okanye isibhambathiso esinyanisekileyo seeNkulumbuso, neeNkulumbuso ezingamaBambela, naBaphathiswa bamaphondo
6. Isifungo okanye isibhambathiso esinyanisekileyo sabachopheli-matyala
Isihlomelo 3: Iinkqubo Zonyulo
ICandelo A: Iinkqubo Zonyulo Zabantu Abanesikhundla NgokoMgaqo-siseko
1. Ukusebenza kwayo
2. Ukukhethwa kwabatu
3. Izinto ezifunekayo
4. Ukubhengezwa kwamagama abagqatswa
5. Umgqatswa omnye
6. Inkqubo Yonyulo
7. Inkqubo yokukhiqwa
8. Ezinye iintlanganiso
9. Imigaqo
iCandelo B: Indlela Emayisetyenziswe Yokugqiba Ngothabatho-nxaxheba Lwamaqela Kumagqiza Amaphondo AkwiBhunga lamaPhondo leZwelonke
Isihlomelo 4: Imimandla Yentsebenzo Ezinegunya Kuyo Zonke Izindlu Zowiso-mthetho – Eyezwelonke Nezamaphondo
iCandelo A
iCandelo B
Isihlomelo 5: Imimandla Yentsebenzo Ekuzizindlu Zowiso-mthetho Zamaphondo Kuphela Ezinegunya Kuyo
iCandelo A
iCandelo B
Isihlomelo 6: Amalungiselelo Exesha Eliphakathi
1. Ukuchazwa kwamagama
2. Ukuqhutyelwa phambili komthetho okhoyo
3. Ukuchazwa kwentsingiselo yemithetho yepalamente ekhoyo
4. INdlu yoWiso-mthetho
5. Imisebenzi engagqitywanga ephambi kwePalamente
6. Unyulo kwiNdlu yoWiso-mthetho
7. IBhunga lamaPhondo leZwelonke
8. Ababengamalungu eNdlu yeeNgwevu
9. Urhulumente wezwelonke
10. Izindlu zowiso-mthetho zamaphondo
11. Unyulo lwezindlu zowiso-mthetho zamaphondo
12. Oorhulumente bamaphondo
13. Imigaqo-siseko yamaphondo
14. Ukwabelwa kwemithetho yepalamente kumaphondo
15. Imithetho yepalamente ekhoyo engaphaya kwegunya lePalamente lokuwis’ imithetho
16. Iinkundla
17. Amatyala abengekaqukunjelwa ephambi kweenkundla
18. Igunya elitshutshisayo
19. Izifungo nezibhambathiso
20. Amanye amaziko angokoMgaqo-siseko
21. Ukuwiswa kwemithetho yepalamente efunwa nguMgaqo-siseko
22. Ubunye besizwe noxolelwano
23. UMqulu wamaLungelo
24. Imisebenzi yolawulo karhulumente neenkonzo zokhuseleko
25. Okunye ukungafaneleki kwizindlu zowiso-mthetho
26. Urhulumente wasekuhlaleni
27. Ukugcinwa kweMithetho yePalamente neMithetho yamaphondo
28. Ukubhaliswa kwempahla engenakufuduswa eyekarhulumente
Isihlomelo 6A
Isihlomelo 6B
Isihlomelo 7: Imithetho Etshitshiswayo
Isongezelelo A: Utshintsho Kwisihlomelo 2 Somgaqo-siseko Wangaphambili
Isongezelelo B: Urhulumente Wobunye Belizwe: Kwinqwanqwa Lezwelonke
Isongezelelo C: Urhulumente Womanyano: Kwinqwanqwa Lamaphondo
Isongezelelo D: Imisebenzi Yolawulo Karhulumente Neenkonzo Zokhuseleko Utshintsho Olwenziwa Kwiziqendu ZoMgaqo-siseko Wangaphambili